IZenzo 23:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+ IZenzo 26:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kodwa njengoko babesimka baqalisa ukuthetha omnye komnye, besithi: “Lo mntu akenzanga nto ifanele ukufa+ okanye imixokelelwane.”
29 Ndafumanisa ukuba imangalelwa ngemibandela yoMthetho wawo,+ kodwa ingamangalelwa nangenye into efanela ukufa okanye imixokelelwane.+
31 Kodwa njengoko babesimka baqalisa ukuthetha omnye komnye, besithi: “Lo mntu akenzanga nto ifanele ukufa+ okanye imixokelelwane.”