IZenzo 25:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kodwa ngokuphathelele yena andinanto iqinisekileyo endingayibhalela yona iNkosi yam. Ngoko ke ndimzise phambi kwenu, yaye ngokukodwa phambi kwakho, Kumkani Agripa, ukuze, emva kokuvavanywa kwetyala,+ ndibe nento endingayibhalayo.
26 Kodwa ngokuphathelele yena andinanto iqinisekileyo endingayibhalela yona iNkosi yam. Ngoko ke ndimzise phambi kwenu, yaye ngokukodwa phambi kwakho, Kumkani Agripa, ukuze, emva kokuvavanywa kwetyala,+ ndibe nento endingayibhalayo.