IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 2:37
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 37 yaye wayengumhlolokazi+ ngoku oneminyaka engamashumi asibhozo anesine ubudala), owayengazange aphoswe kukuba setempileni, enikela inkonzo engcwele ubusuku nemini+ ngokuzila ukutya nezikhungo.

  • Roma 11:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Kuthekeni, ke ngoko? Yona kanye into uSirayeli ayifuna ngokunyamekileyo akazange ayizuze,+ kodwa abo banyuliweyo+ bayizuza. Abanye baye benziwa buthuntu iingqiqo zabo;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share