IZenzo 22:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 ngenxa yokuba uza kuba lingqina lakhe ebantwini bonke lezinto ozibonileyo nozivileyo.+ Galati 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kuba andizamkelanga mntwini, kwaye andizifundiswanga, kunoko ndazityhilelwa nguYesu Kristu.+ 1 Timoti 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndinombulelo kuKristu Yesu iNkosi yethu, owandinika amandla, ngenxa yokuba wandigqala ndithembekile+ ngokundabela ubulungiseleli,+
12 Ndinombulelo kuKristu Yesu iNkosi yethu, owandinika amandla, ngenxa yokuba wandigqala ndithembekile+ ngokundabela ubulungiseleli,+