Mateyu 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kamsinya nje sakuba isihlwele sikhutshelwe ngaphandle, wangena waza wabamba isandla sayo,+ yavuka intwazana.+ Luka 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ebudeni benye isabatha+ wangena kwindlu yesikhungu waza waqalisa ukufundisa. Yaye apho kwakukho umntu osandla sakhe sasekunene sasomile.+
25 Kamsinya nje sakuba isihlwele sikhutshelwe ngaphandle, wangena waza wabamba isandla sayo,+ yavuka intwazana.+
6 Ebudeni benye isabatha+ wangena kwindlu yesikhungu waza waqalisa ukufundisa. Yaye apho kwakukho umntu osandla sakhe sasekunene sasomile.+