Yohane 18:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni.
20 UYesu wamphendula wathi: “Ndithethe esidlangalaleni kulo ihlabathi. Bendisoloko ndifundisa kwindlu yesikhungu nasetempileni,+ apho onke amaYuda abuthelana khona; kwaye andithethanga nto emfihlekweni.