IZenzo 19:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos. IZenzo 20:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Wayephelekwa nguSopatro+ unyana kaPayiro waseBhereya, uAristarko+ noSekundo abangabaseTesalonika, noGayo waseDerbhe, noTimoti,+ yaye abesithili saseAsiya yayinguTikiko+ noTrofimo.+ Kolose 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Uyanibulisa uAristarko+ umthinjwa olidlelane lam, wenjenjalo noMarko+ umza kaBharnabhas, (lowo nanifumene umyalelo wokuba nimamkele+ ukuba uthe weza kuni,)
29 Ngoko isixeko sazaliswa sisiphithiphithi, yaye ngamxhelo mnye bagxalathelana ukungena kwindawo yokubonela, ngokunyanzela bethabatha kunye nabo uGayo noAristarko,+ abangabaseMakedoni, abalingane abahambahambayo bakaPawulos.
4 Wayephelekwa nguSopatro+ unyana kaPayiro waseBhereya, uAristarko+ noSekundo abangabaseTesalonika, noGayo waseDerbhe, noTimoti,+ yaye abesithili saseAsiya yayinguTikiko+ noTrofimo.+
10 Uyanibulisa uAristarko+ umthinjwa olidlelane lam, wenjenjalo noMarko+ umza kaBharnabhas, (lowo nanifumene umyalelo wokuba nimamkele+ ukuba uthe weza kuni,)