Luka 23:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 [[Kodwa uYesu wayesithi: “Bawo, baxolele,+ kuba abakwazi oko bakwenzayo.”]] Ngapha koko, ukuze babelane ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.+ Yohane 16:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Kodwa baya kuzenza ezi zinto ngenxa yokuba bengamazanga uBawo okanye mna.+ 1 Timoti 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 nangona ngaphambili ndandingumnyelisi nomtshutshisi+ nomntu osileyo.+ Noko ke, ndenzelwa inceba,+ ngenxa yokuba ndandisenza ngokungazi,+ ndiswele ukholo.
34 [[Kodwa uYesu wayesithi: “Bawo, baxolele,+ kuba abakwazi oko bakwenzayo.”]] Ngapha koko, ukuze babelane ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.+
13 nangona ngaphambili ndandingumnyelisi nomtshutshisi+ nomntu osileyo.+ Noko ke, ndenzelwa inceba,+ ngenxa yokuba ndandisenza ngokungazi,+ ndiswele ukholo.