Luka 21:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Kodwa ngaphambi kwazo zonke ezi zinto abantu baya kunibeka izandla baze banitshutshise,+ beninikela kwizindlu zesikhungu nasezintolongweni, nirholelwa phambi kookumkani neerhuluneli ngenxa yegama lam.+
12 “Kodwa ngaphambi kwazo zonke ezi zinto abantu baya kunibeka izandla baze banitshutshise,+ beninikela kwizindlu zesikhungu nasezintolongweni, nirholelwa phambi kookumkani neerhuluneli ngenxa yegama lam.+