Mateyu 26:57 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu. Luka 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ngemihla yombingeleli oyintloko uAnas nekaKayafa,+ kwafika ilizwi likaThixo kuYohane+ unyana kaZekariya esentlango.+ Yohane 11:49 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 49 Kodwa uthile ongomnye wabo, uKayafa, owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka,+ wathi kubo: “Nina anazi nto konke konke,
57 Abo bathabatha uYesu bamsa eluvalelweni bamqhubela kuKayafa+ umbingeleli omkhulu, apho kwakuhlanganisene+ khona ababhali namadoda amakhulu.
2 ngemihla yombingeleli oyintloko uAnas nekaKayafa,+ kwafika ilizwi likaThixo kuYohane+ unyana kaZekariya esentlango.+
49 Kodwa uthile ongomnye wabo, uKayafa, owayengumbingeleli omkhulu ngaloo nyaka,+ wathi kubo: “Nina anazi nto konke konke,