IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 21:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Uthe akuya etempileni, ababingeleli abaziintloko namadoda amakhulu abantu beza kuye ngoxa wayefundisa baza bathi:+ “Uzenza ngagunya liphi na ezi zinto? Yaye ngubani na okunike eli gunya?”+

  • Marko 11:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 baza bathi kuye: “Uzenza ngagunya liphi na ezi zinto? okanye ngubani okunike eli gunya lokwenza ezi zinto?”+

  • Luka 20:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 bathetha naye besithi: “Sixelele ukuba uzenza ngagunya liphi na ezi zinto, ingubani khona okunike elo gunya.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share