Mateyu 2:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+ IZenzo 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, uPetros wathi: “Isilivere negolide andinayo, kodwa oko ndinako ndikunika kona:+ Egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ hamba!”+
23 wafika wahlala kwisixeko esigama liyiNazarete,+ ukuze kuzaliseke oko kwakuthethwe ngabaprofeti kwathiwa: “Uya kubizwa ngokuba ngumNazarete.”+
6 Noko ke, uPetros wathi: “Isilivere negolide andinayo, kodwa oko ndinako ndikunika kona:+ Egameni likaYesu Kristu umNazarete,+ hamba!”+