IZenzo 5:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ekuphenduleni uPetros nabanye abapostile bathi: “Simele sithobele uThixo njengomlawuli kunabantu.+ 2 Petros 1:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Hayi khona, akubanga ngokulandela amabali obuxoki+ ayilwe ngobuqhetseba esathi saniqhelanisa namandla nobukho beNkosi yethu uYesu Kristu,+ kodwa kwaba ngokuthi sibe ngamangqina okuzibonela ubungangamela bayo.+
29 Ekuphenduleni uPetros nabanye abapostile bathi: “Simele sithobele uThixo njengomlawuli kunabantu.+
16 Hayi khona, akubanga ngokulandela amabali obuxoki+ ayilwe ngobuqhetseba esathi saniqhelanisa namandla nobukho beNkosi yethu uYesu Kristu,+ kodwa kwaba ngokuthi sibe ngamangqina okuzibonela ubungangamela bayo.+