Luka 24:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 nimele nibe ngamangqina+ ezi zinto. IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+ IZenzo 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 ukususela ekubhaptizweni kwayo nguYohane+ de kwaba yimini yokunyuselwa kwayo phezulu,+ enye kuwo loo madoda ifanele ibe lingqina kunye nathi lovuko lwayo.”+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
22 ukususela ekubhaptizweni kwayo nguYohane+ de kwaba yimini yokunyuselwa kwayo phezulu,+ enye kuwo loo madoda ifanele ibe lingqina kunye nathi lovuko lwayo.”+