IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 10:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Zilindeni ngokunxamnye nabantu;+ kuba baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye baya kunityakatya+ kwizindlu zabo zesikhungu.+

  • Marko 13:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 “Nina ke, zilumkeleni; abantu baya kuninikela kwiinkundla zasekuhlaleni,+ yaye niya kubethwa kwizindlu zesikhungu+ nize nimiswe phambi kweerhuluneli nookumkani ngenxa yam, ukuze kube bubungqina kubo.+

  • Luka 20:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa ngexesha elililo wathuma ikhoboka+ kubalimi,+ ukuze bamnike simbi sesiqhamo sesidiliya.+ Noko ke, abalimi balindulula lilambatha,+ emva kokulibetha kanobom.

  • IZenzo 22:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Yaye ndathi, ‘Nkosi, bona ngokwabo bazi kakuhle ukuba ndandifudula ndibavalela entolongweni+ ndize ndibakatse kwizindlu zesikhungu abo bakholwayo kuwe;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share