Genesis 12:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye. Genesis 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+
7 Wabonakala ke ngoko uYehova kuAbram waza wathi: “Imbewu yakho+ ndiya kuyinika eli lizwe.”+ Emva koko wamakhela khona isibingelelo uYehova, owayebonakele kuye.
15 kuba lonke elo lizwe ukhangele kulo, ndolinika wena nembewu yakho ukusa kwixesha elingenammiselo.+