Genesis 15:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+ INdumiso 39:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wuve umthandazo wam, Yehova,Uze ukubekele indlebe ukukhalela kwam uncedo.+Kwiinyembezi zam musa ukuthi cwaka.+Kuba ndingumphambukeli kuwe,+Umfiki ngokufanayo nabo bonke ookhokho bam.+ 1 Petros 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Zintanda, ndiyanibongoza njengabaphambukeli nabemi bokwexeshana+ ukuba nizikhwebule kwiminqweno yenyama,+ enxamnye nomphefumlo.+
13 Waza wathi kuAbram: “Yazi ngokuqinisekileyo ke ukuba imbewu yakho iya kuba ngumphambukeli ezweni elingelolayo,+ yaye iya kubakhonza, baze bona bayixhwalekise ngokuqinisekileyo iminyaka emakhulu mane.+
12 Wuve umthandazo wam, Yehova,Uze ukubekele indlebe ukukhalela kwam uncedo.+Kwiinyembezi zam musa ukuthi cwaka.+Kuba ndingumphambukeli kuwe,+Umfiki ngokufanayo nabo bonke ookhokho bam.+
11 Zintanda, ndiyanibongoza njengabaphambukeli nabemi bokwexeshana+ ukuba nizikhwebule kwiminqweno yenyama,+ enxamnye nomphefumlo.+