IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 41:40
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 40 Wena uqobo uya kuba phezu kwendlu yam,+ yaye bonke abantu bam baya kukuthobela ngokupheleleyo.+ Kusetroneni kuphela endiya kuba mkhulu kunawe.”+

  • Genesis 41:41
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Waza uFaro wongeza wathi kuYosefu: “Yabona, ndikumisa phezu kwalo lonke ilizwe laseYiputa.”+

  • Genesis 41:46
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 46 Waye uYosefu enamashumi amathathu eminyaka ubudala+ ukuma kwakhe phambi koFaro ukumkani waseYiputa.

      Ngoko uYosefu wemka phambi koFaro waza walihambahamba lonke ilizwe laseYiputa.

  • INdumiso 105:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wammisa waba yinkosi endlwini yakhe+

      Nanjengomlawuli phezu kwayo yonke impahla yakhe,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share