Luka 6:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 noYudas unyana kaYakobi, noYudas Skariyoti, owajika wangumngcatshi.+ Yohane 6:71 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 71 Enyanisweni, wayethetha ngoYudas unyana kaSimon Skariyoti; kuba yena wayeza kumngcatsha,+ nangona wayengomnye wabalishumi elinesibini.
71 Enyanisweni, wayethetha ngoYudas unyana kaSimon Skariyoti; kuba yena wayeza kumngcatsha,+ nangona wayengomnye wabalishumi elinesibini.