Genesis 49:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Ngaloo ndlela ke uYakobi wagqiba ukunikela imiyalelo koonyana bakhe. Wandula ke wahlanganisa iinyawo zakhe esingqengqelweni waza wabhubha, wahlanganiselwa ebantwini bakowabo.+
33 Ngaloo ndlela ke uYakobi wagqiba ukunikela imiyalelo koonyana bakhe. Wandula ke wahlanganisa iinyawo zakhe esingqengqelweni waza wabhubha, wahlanganiselwa ebantwini bakowabo.+