Genesis 13:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ngoko ke uAbram wathi kuLote:+ “Makungabikho ngxabano kaloku, phakathi kwam nawe naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho, kuba siyazalana.+
8 Ngoko ke uAbram wathi kuLote:+ “Makungabikho ngxabano kaloku, phakathi kwam nawe naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho, kuba siyazalana.+