Genesis 17:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+ Nehemiya 9:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+
8 Ndilinike wena nembewu yakho ilizwe ophambukele kulo,+ nelizwe lakwaKanan liphela, ukuba ulidle ilifa ukusa kwixesha elingenammiselo; yaye ndiza kuzingqina ndinguThixo kubo.”+
24 Ngoko oonyana babo+ beza balidla ilifa ilizwe,+ waboyisa+ phambi kwabo abemi belizwe, amaKanan,+ waza wabanikela esandleni sabo, kwanookumkani babo+ nezizwana zelo lizwe,+ ukuba benze abakuthandayo kuzo.+