Duteronomi 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kofika kuqala kuye isandla samangqina ukumbulala, kufike isandla sabantu bonke emva koko;+ ubutshayele ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+ Yohane 16:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Abantu baya kunigxotha kwindlu yesikhungu.+ Enyanisweni, liyeza ilixa laxa wonk’ ubani onibulalayo eya kucinga ukuba unikele inkonzo engcwele kuThixo.+
7 Kofika kuqala kuye isandla samangqina ukumbulala, kufike isandla sabantu bonke emva koko;+ ubutshayele ke ububi bungabikho phakathi kwakho.+
2 Abantu baya kunigxotha kwindlu yesikhungu.+ Enyanisweni, liyeza ilixa laxa wonk’ ubani onibulalayo eya kucinga ukuba unikele inkonzo engcwele kuThixo.+