IZenzo 11:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngenxa yoko abo babechithachithwe+ yimbandezelo eyavela ngenxa kaStefano batyhutyha baya kufikelela kwelaseFenike+ naseSipro+ nakwa-Antiyokwe, kodwa bengalithethi kuye nabani na ilizwi ngaphandle kwakumaYuda kuphela.+
19 Ngenxa yoko abo babechithachithwe+ yimbandezelo eyavela ngenxa kaStefano batyhutyha baya kufikelela kwelaseFenike+ naseSipro+ nakwa-Antiyokwe, kodwa bengalithethi kuye nabani na ilizwi ngaphandle kwakumaYuda kuphela.+