Mateyu 9:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kwaye uYesu wanduluka wakhenketha zonke izixeko needolophana, efundisa kwizindlu zabo zesikhungu, eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani yaye ephilisa lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe.+ IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
35 Kwaye uYesu wanduluka wakhenketha zonke izixeko needolophana, efundisa kwizindlu zabo zesikhungu, eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani yaye ephilisa lonke uhlobo lwesifo nalo lonke uhlobo lobulwelwe.+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+