Yeremiya 13:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “UmKushi+ unokulutshintsha na ulusu lwakhe? okanye ihlosi amabala alo?+ Nani ngokwenu ningakwazi ukwenza okulungileyo, nina bantu bafundiswe ukwenza okubi.+ Zefaniya 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Ukususela kummandla wemilambo yaseTiyopiya abo bandibongozayo, oko kukuthi, intombi yabachithachithekileyo bam, baya kundizisela isipho.+
23 “UmKushi+ unokulutshintsha na ulusu lwakhe? okanye ihlosi amabala alo?+ Nani ngokwenu ningakwazi ukwenza okulungileyo, nina bantu bafundiswe ukwenza okubi.+
10 “Ukususela kummandla wemilambo yaseTiyopiya abo bandibongozayo, oko kukuthi, intombi yabachithachithekileyo bam, baya kundizisela isipho.+