1 Korinte 1:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ubhalela ibandla likaThixo eliseKorinte,+ nina bangcwalisiweyo+ ngokumanyene noKristu Yesu, nibiziweyo ukuba nibe ngabo bangcwele,+ ndawonye nabo bonke abo kuyo yonk’ indawo babiza egameni+ leNkosi yethu, uYesu Kristu, iNkosi yabo neyethu:+ 2 Timoti 2:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+
2 ubhalela ibandla likaThixo eliseKorinte,+ nina bangcwalisiweyo+ ngokumanyene noKristu Yesu, nibiziweyo ukuba nibe ngabo bangcwele,+ ndawonye nabo bonke abo kuyo yonk’ indawo babiza egameni+ leNkosi yethu, uYesu Kristu, iNkosi yabo neyethu:+
22 Ngoko, zisabe iinkanuko zobutsha,+ uphuthume ubulungisa,+ ukholo, uthando, uxolo,+ kunye nabo babiza eNkosini ngentliziyo ehlambulukileyo.+