IZenzo 25:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoko uAgripa wathi kuFesto: “Nam ndingathanda ukumva lo mntu.”+ “Ngomso,” watsho, “uza kumva.” IZenzo 26:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 UAgripa+ wathi kuPawulos: “Uvunyelwe ukuba uzithethelele.” Wandula ke uPawulos wolula isandla sakhe+ waza wazithethelela esithi:+ IZenzo 27:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 isithi, ‘Musa ukoyika, Pawulos. Umelwe kukuma phambi koKesare,+ yaye, khangela! uThixo ukunike ngesisa bonke abo bahamba nawe ngamanzi.’
26 UAgripa+ wathi kuPawulos: “Uvunyelwe ukuba uzithethelele.” Wandula ke uPawulos wolula isandla sakhe+ waza wazithethelela esithi:+
24 isithi, ‘Musa ukoyika, Pawulos. Umelwe kukuma phambi koKesare,+ yaye, khangela! uThixo ukunike ngesisa bonke abo bahamba nawe ngamanzi.’