Mateyu 9:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kamsinya nje sakuba isihlwele sikhutshelwe ngaphandle, wangena waza wabamba isandla sayo,+ yavuka intwazana.+ Luka 7:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Wavuka umfi wahlala nkqo waza wathetha, wandula ke wamnikela kunina.+ Yohane 11:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Waza akuba ezitshilo ezi zinto, wadanduluka ngelizwi elikhulu esithi: “Lazaro, phuma!”+
25 Kamsinya nje sakuba isihlwele sikhutshelwe ngaphandle, wangena waza wabamba isandla sayo,+ yavuka intwazana.+