Mateyu 8:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba nam ndinikwe igunya, ndinamajoni phantsi kwam, yaye ndithi kweli, ‘Hamba!’+ lihambe, ndithi kwelinye, ‘Yiza!’ lize, ndithi kwikhoboka lam, ‘Yenza oku!’ likwenze.”
9 Kuba nam ndinikwe igunya, ndinamajoni phantsi kwam, yaye ndithi kweli, ‘Hamba!’+ lihambe, ndithi kwelinye, ‘Yiza!’ lize, ndithi kwikhoboka lam, ‘Yenza oku!’ likwenze.”