Yohane 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko ke umfazi ongumSamariya wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba wena, phezu kwako nje ukuba ungumYuda, ucele kum into eselwayo, ndakuba mna ndingumfazi ongumSamariya?” (Kuba amaYuda akanazinkqubano namaSamariya.)+ Yohane 18:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika.
9 Ngoko ke umfazi ongumSamariya wathi kuye: “Kwenzeka njani ukuba wena, phezu kwako nje ukuba ungumYuda, ucele kum into eselwayo, ndakuba mna ndingumfazi ongumSamariya?” (Kuba amaYuda akanazinkqubano namaSamariya.)+
28 Bandula ke bamsusa uYesu kuKayafa bamsa kwibhotwe lerhuluneli.+ Ke kaloku kwakusekuseni. Kodwa bona abangenanga kwibhotwe lerhuluneli, ukuze bangazenzi inqambi+ kodwa bakwazi ukudla ipasika.