Luka 13:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bekungamfanelanga na, ngoko, lo mfazi oyintombi ka-Abraham,+ nalowo uSathana ebembophile, khangela! iminyaka elishumi elinesibhozo, ukuba akhululwe kulo mxokelelwane ngomhla wesabatha?”
16 Bekungamfanelanga na, ngoko, lo mfazi oyintombi ka-Abraham,+ nalowo uSathana ebembophile, khangela! iminyaka elishumi elinesibhozo, ukuba akhululwe kulo mxokelelwane ngomhla wesabatha?”