Luka 24:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Yaye njengoko wayengqendeve nabo esidlweni wathabatha isonka, wasisikelela, wasiqhekeza waza wabanika sona.+ Yohane 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYesu weza wathabatha isonka waza wabanika,+ nentlanzi ngokunjalo.
30 Yaye njengoko wayengqendeve nabo esidlweni wathabatha isonka, wasisikelela, wasiqhekeza waza wabanika sona.+