IZenzo 4:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Bakuba benze isikhungo, indawo leyo babehlanganisene ndawonye kuyo yagungqiswa;+ yaye bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele+ kwaye babelithetha ngenkalipho+ ilizwi likaThixo. IZenzo 8:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 yaye bona behla baza babathandazela ukuba bafumane umoya oyingcwele.+
31 Bakuba benze isikhungo, indawo leyo babehlanganisene ndawonye kuyo yagungqiswa;+ yaye bonke bazaliswa ngumoya oyingcwele+ kwaye babelithetha ngenkalipho+ ilizwi likaThixo.