Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+ IZenzo 10:47 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 47 “Ukho na onokuwathintela amanzi ukuze aba bangabhaptizwa+ abo bamkele umoya oyingcwele kwananjengoko senjenjalo nathi?”
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
47 “Ukho na onokuwathintela amanzi ukuze aba bangabhaptizwa+ abo bamkele umoya oyingcwele kwananjengoko senjenjalo nathi?”