IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 12:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Bona ke uBharnabhas+ noSawule, emva kokuba beluphumeze ngokupheleleyo ulungiselelo lwamancedo+ eYerusalem, babuya baza bathabatha noYohane,+ lowo wayenefani enguMarko.

  • Galati 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ndandula ke emva kweminyaka elishumi elinesine ndenyuka kwakhona ndaya eYerusalem+ kunye noBharnabhas,+ ndathabatha noTito.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share