Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+ IZenzo 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngenxa yoko ilizwi likaThixo laqhubeka likhula,+ nenani labafundi landa kakhulu eYerusalem;+ yaye isihlwele esikhulu sababingeleli+ saluthobela+ ukholo. IZenzo 19:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ngaloo ndlela ilizwi likaYehova lahlala likhula yaye lisoyisa ngendlela enamandla.+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
7 Ngenxa yoko ilizwi likaThixo laqhubeka likhula,+ nenani labafundi landa kakhulu eYerusalem;+ yaye isihlwele esikhulu sababingeleli+ saluthobela+ ukholo.