Mateyu 27:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 UPilato wathi kubo: “Yintoni, ngoko, endiya kuyenza ngoYesu ekuthiwa nguKristu?” Bonke bathi: “Makabethelelwe!”+ Yohane 19:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Noko ke, akhwaza esithi: “Msuse! Msuse! Mbethelele!” UPilato wathi kuwo: “Ndimbethelele na ukumkani wenu?” Ababingeleli abaziintloko baphendula bathi: “Asinakumkani ngaphandle kukaKesare.”+
22 UPilato wathi kubo: “Yintoni, ngoko, endiya kuyenza ngoYesu ekuthiwa nguKristu?” Bonke bathi: “Makabethelelwe!”+
15 Noko ke, akhwaza esithi: “Msuse! Msuse! Mbethelele!” UPilato wathi kuwo: “Ndimbethelele na ukumkani wenu?” Ababingeleli abaziintloko baphendula bathi: “Asinakumkani ngaphandle kukaKesare.”+