Luka 18:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Wandula ke wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye zonke izinto ezibhalwe ngabo abaprofeti+ mayela noNyana womntu ziya kuzaliseka.+ Yohane 19:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Enyanisweni, ezi zinto zenzeka ukuze sizaliseke isibhalo esithi: “Akukho thambo lakhe liya kutyunyuzwa.”+
31 Wandula ke wathabathela bucala abalishumi elinesibini waza wathi kubo: “Khangelani! Siyenyuka siya eYerusalem, yaye zonke izinto ezibhalwe ngabo abaprofeti+ mayela noNyana womntu ziya kuzaliseka.+
36 Enyanisweni, ezi zinto zenzeka ukuze sizaliseke isibhalo esithi: “Akukho thambo lakhe liya kutyunyuzwa.”+