IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 10:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kodwa, esikhundleni soko, yiyani ngokuqhubekayo kwizimvu ezilahlekileyo zendlu kaSirayeli.+

  • IZenzo 3:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 UThixo, emva kokuvusa uMkhonzi wakhe, wamthumela kuni kuqala+ ukuze anisikelele ngokuthi akhwebule ngamnye kwizenzo zenu zokungendawo.”

  • Roma 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kuba andinazintloni+ ngazo iindaba ezilungileyo; zona, enyanisweni, zingamandla kaThixo+ osindiso kuye wonk’ ubani onokholo,+ kumYuda kuqala+ kwanakumGrike;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share