IZenzo 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokomphumo bambi babo baba ngamakholwa+ baza bazinxulumanisa noPawulos noSilas,+ yenjenjalo nenkitha enkulu yamaGrike awayenqula uThixo nabafazi abaziintloko abaninzi.
4 Ngokomphumo bambi babo baba ngamakholwa+ baza bazinxulumanisa noPawulos noSilas,+ yenjenjalo nenkitha enkulu yamaGrike awayenqula uThixo nabafazi abaziintloko abaninzi.