IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 14:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Kodwa amaYuda afika evela kwa-Antiyokwe naseIkoniyo aza azeyisela izihlwele,+ yaye zamxuluba uPawulos zaza zamrhuqela ngaphandle kwesixeko, zicinga ukuba ufile.+

  • 1 Tesalonika 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 kodwa, emva kokuba siqale ngokubandezeleka+ saza saphathwa ngokusa+ eFilipi+ (kanye njengokuba nisazi), uThixo wethu wasomeleza ukuze senze umzamo omkhulu wokuzithetha+ kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo.

  • 2 Timoti 3:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 iintshutshiso zam, iimbandezelo zam, uhlobo lwezinto ezenzeka kum kwa-Antiyokwe,+ eIkoniyo,+ eListra,+ uhlobo lweentshutshiso endizinyamezeleyo; ukanti kuzo zonke iNkosi yandihlangula.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share