Mateyu 9:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Akuba engene endlwini, ezi mfama zeza kuye, waza uYesu wazibuza wathi: “Niyakholwa+ na ukuba ndinako ukukwenza oku?” Zamphendula zathi: “Ewe, Nkosi.”
28 Akuba engene endlwini, ezi mfama zeza kuye, waza uYesu wazibuza wathi: “Niyakholwa+ na ukuba ndinako ukukwenza oku?” Zamphendula zathi: “Ewe, Nkosi.”