1 Tesalonika 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba seyingabo abahamba bechaza ngotyelelo lwethu lokuqala phakathi kwenu nokulahla kwenu izithixo+ niguqukela kuThixo, ukuze nibe ngamakhoboka oThixo ophilayo+ noyinyaniso,+
9 Kuba seyingabo abahamba bechaza ngotyelelo lwethu lokuqala phakathi kwenu nokulahla kwenu izithixo+ niguqukela kuThixo, ukuze nibe ngamakhoboka oThixo ophilayo+ noyinyaniso,+