1 Korinte 15:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa ngobubele obungasifanelanga bukaThixo+ ndiyile nto ndiyiyo. Yaye ububele bakhe obungasifanelanga obabukum abubanga lilize,+ kodwa ndasebenza ukubagqitha bonke,+ kanti ingendim kodwa ibububele obungasifanelanga bukaThixo obukum.+
10 Kodwa ngobubele obungasifanelanga bukaThixo+ ndiyile nto ndiyiyo. Yaye ububele bakhe obungasifanelanga obabukum abubanga lilize,+ kodwa ndasebenza ukubagqitha bonke,+ kanti ingendim kodwa ibububele obungasifanelanga bukaThixo obukum.+