Galati 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+
10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+