IZenzo 13:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Kodwa amaYuda+ axhokonxa abafazi abadumileyo ababenqula uThixo namadoda aziintloko esixeko, yaye avusa intshutshiso+ nxamnye noPawulos noBharnabhas aza abaphosela ngaphandle kwemida yawo. 1 Korinte 15:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Kutheni nathi sisiba semngciphekweni ngamaxa onke?+ 2 Korinte 11:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+ Filipi 2:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko ke mamkeleni+ ngovuyo ngokwaseNkosini; yaye hlalani nibaphatha ngembeko abantu abanjalo,+
50 Kodwa amaYuda+ axhokonxa abafazi abadumileyo ababenqula uThixo namadoda aziintloko esixeko, yaye avusa intshutshiso+ nxamnye noPawulos noBharnabhas aza abaphosela ngaphandle kwemida yawo.
23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+