2 Korinte 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Okanye ndenza isono na ngokuzithoba kwam+ ukuze niphakanyiswe, ngenxa yokuba ndathi ngaphandle kweendleko+ ndavakalisa ngochulumanco kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo?
7 Okanye ndenza isono na ngokuzithoba kwam+ ukuze niphakanyiswe, ngenxa yokuba ndathi ngaphandle kweendleko+ ndavakalisa ngochulumanco kuni iindaba ezilungileyo zikaThixo?