Luka 24:45 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 45 Wandula ke wazivula ngokupheleleyo iingqondo zabo ukuba zicacelwe yintsingiselo yeZibhalo,+ 1 Korinte 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 ngoko ke lowo utyalayo+ akalutho nalowo unkcenkceshayo akalutho, kodwa oyinto nguThixo, yena ukhulisayo.+
7 ngoko ke lowo utyalayo+ akalutho nalowo unkcenkceshayo akalutho, kodwa oyinto nguThixo, yena ukhulisayo.+