Marko 1:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko, abantu bonke bakhwankqiswa kangangokuba baxubusha, besithi: “Yintoni na le? Yimfundiso entsha! Uyalela ngegunya kwanoomoya abangahlambulukanga, yaye bayamthobela.”+
27 Ngoko, abantu bonke bakhwankqiswa kangangokuba baxubusha, besithi: “Yintoni na le? Yimfundiso entsha! Uyalela ngegunya kwanoomoya abangahlambulukanga, yaye bayamthobela.”+